Uluka 5:12 XHO75

12 Kwathi ekomnye umzi, babona ngendoda ezele liqhenqa; yathi yakumbona uYesu, yawa ngobuso, yamkhunga, isithi, Nkosi, ukuba uyathanda, unako ukundihlambulula.

funda isahluko epheleleyo Uluka 5

imbono Uluka 5:12 kwimeko