Uluka 5:21 XHO75

21 Baqala ukucamanga ababhali nabaFarisi, besithi, Ngubani na lo uthetha izinyeliso? Ngubani na onako ukuxolela izono, ingenguye uThixo yedwa?

funda isahluko epheleleyo Uluka 5

imbono Uluka 5:21 kwimeko