Uluka 5:37 XHO75

37 Kanjalo akukho utha iwayini entsha ezintsubeni ezindala; okanye yozigqabhuza iintsuba iwayini entsha, iphalale yona, zitshabalale neentsuba.

funda isahluko epheleleyo Uluka 5

imbono Uluka 5:37 kwimeko