Uluka 5:5 XHO75

5 Waphendula uSimon wathi kuye, Mongameli, sibulaleke ubusuku buphela, asabamba nento; kodwa ngelakho ilizwi ndiya kuwuhlisa umnatha.

funda isahluko epheleleyo Uluka 5

imbono Uluka 5:5 kwimeko