Uluka 6:12 XHO75

12 Kwathi ke ngaloo mihla, waphuma wasinga entabeni, esiya kuthandaza. Wayebudlulisa ubusuku bonke ngokuthandaza kuThixo.

funda isahluko epheleleyo Uluka 6

imbono Uluka 6:12 kwimeko