Uluka 6:23 XHO75

23 Vuyani ngaloo mini, nisuke imitsi; kuba, niyabona, umvuzo wenu mkhulu emazulwini; babesenjenjalo ooyise kubo abaprofeti.

funda isahluko epheleleyo Uluka 6

imbono Uluka 6:23 kwimeko