Uluka 6:26 XHO75

26 Yeha nina, xa bathe bathetha kakuhle ngani bonke abantu! kuba ooyise babo babesenjenjalo kubaprofeti ababuxoki.

funda isahluko epheleleyo Uluka 6

imbono Uluka 6:26 kwimeko