Uluka 6:33 XHO75

33 Xa nithi nenze okulungileyo kwabanenzela okulungileyo, ninambulelo mni na? Ngokuba naboni benza kwaloo nto.

funda isahluko epheleleyo Uluka 6

imbono Uluka 6:33 kwimeko