Uluka 6:38 XHO75

38 Yiphani, naniya kuphiwa nani; umlinganiselo omhle, ohlohliweyo, ohlunguzelweyo, ophalalayo, nowuphiwa esondweni lengubo yenu; kuba umlinganiselo enilinganisela ngawo, niya kulinganiselwa kwangawo nani.

funda isahluko epheleleyo Uluka 6

imbono Uluka 6:38 kwimeko