41 Yini na ke ukuba usibone isibi esisesweni lomzalwana wakho, kanti ke wona umqadi okwelakho iliso akuwuqiqi?
funda isahluko epheleleyo Uluka 6
imbono Uluka 6:41 kwimeko