Uluka 6:44 XHO75

44 Kuba umthi wonke waziwa ngesiqhamo sawo; kuba kungàkhiwa makhiwane emithaneni enameva, kanjalo kungàbuthwa diliya equnubeni.

funda isahluko epheleleyo Uluka 6

imbono Uluka 6:44 kwimeko