Uluka 6:9 XHO75

9 Uthe ngoko uYesu kubo, Ndiya kunibuza into: okuvumelekileyo ngesabatha kukwenza okulungileyo, kukwenza okubi, kusini na? Kukusindisa ubomi, kukubulala, kusini na?

funda isahluko epheleleyo Uluka 6

imbono Uluka 6:9 kwimeko