Uluka 7:24 XHO75

24 Ke kaloku, bakubon' ukuba bemkile abathunywa bakaYohane, waqala wathi kwisihlwele ngaye uYohane, Nayé niphume naya kubona ntoni na entlango? Yaye iyingcongolo na, izanyazanyiswa ngumoya?

funda isahluko epheleleyo Uluka 7

imbono Uluka 7:24 kwimeko