Uluka 7:42 XHO75

42 Bakuba ke bengenanto yokuhlawula, usuke wabaxolela bobabini. Khawutsho ke, nguwuphi na kubo oya kumthanda ngokungaphezulu?

funda isahluko epheleleyo Uluka 7

imbono Uluka 7:42 kwimeko