Uluka 7:44 XHO75

44 Wajika wakhangela kumfazi, wathi kuSimon, Ùyambona na lo mfazi? Ndingené endlwini yakho, akundinikanga manzi eenyawo zam; ke yena uzinyele iinyawo zam ngeenyembezi, wazisula ngeenwele zentloko yakhe.

funda isahluko epheleleyo Uluka 7

imbono Uluka 7:44 kwimeko