Uluka 8:22 XHO75

22 Kwathi ngamhla uthile, waya kungena emkhombeni kwanabafundi bakhe, wathi kubo, Masiwele, siye ngaphesheya kwedike; banduluka ke.

funda isahluko epheleleyo Uluka 8

imbono Uluka 8:22 kwimeko