Uluka 8:24 XHO75

24 Beza ke bamvusa, besithi, Mongameli, Mongameli, satshabalala. Wavuka ke yena, wawukhalimela umoya nokulatyuza kwamaza; zapheza ezo zinto, kwabakho ukuzola.

funda isahluko epheleleyo Uluka 8

imbono Uluka 8:24 kwimeko