Uluka 8:28 XHO75

28 Ithe ke yakumbona uYesu, yakhala kunene, yawa phambi kwakhe, yathi ngezwi elikhulu, Yini na enam nawe, Yesu, Nyana kaThixo Osenyangweni? Ndiya kukhunga ukuba ungandithuthumbisi.

funda isahluko epheleleyo Uluka 8

imbono Uluka 8:28 kwimeko