Uluka 8:30 XHO75

30 UYesu wambuza ke esithi, Ungubani na igama lakho? Uthe ke yena, NdinguMkhosi; kuba kwakungene kuye iidemon ezininzi.

funda isahluko epheleleyo Uluka 8

imbono Uluka 8:30 kwimeko