Uluka 8:42 XHO75

42 Kuba yabe inentombi, iyizala inye, eminyaka ngathi ilishumi linamibini izelwe; yaye yona iqhawuka. Ke kaloku, ekuyeni kwakhe apho, izihlwele bezimxinile.

funda isahluko epheleleyo Uluka 8

imbono Uluka 8:42 kwimeko