Uluka 8:47 XHO75

47 Ithe ke intokazi leyo, yakubona ukuba ayifihlakele, yeza igubha, yawa phambi kwakhe, yaxela emehlweni abo bonke abantu, ukuba bekungasizathu sini na ebimchukumisile, nokuphiliswa kwayo kwangoko.

funda isahluko epheleleyo Uluka 8

imbono Uluka 8:47 kwimeko