Uluka 8:5 XHO75

5 Wathi ngomzekeliso, Umhlwayeli waphuma waya kuyihlwayela imbewu yakhe. Ekuhlwayeleni kwakhe yawa enye ngasendleleni, yanyathelwa, zathi iintaka zezulu zayidla zayigqiba.

funda isahluko epheleleyo Uluka 8

imbono Uluka 8:5 kwimeko