Uluka 9:11 XHO75

11 Zithe ke zakwazi izihlwele, zamlandela. Wazamkela ke; wayethetha kuzo ngabo ubukumkani bukaThixo; wayebaphilisa ababeswele impilo.

funda isahluko epheleleyo Uluka 9

imbono Uluka 9:11 kwimeko