Uluka 9:16 XHO75

16 Ezithabathile ke izonka zozihlanu neentlanzi zombini, wakhangela ezulwini, wazisikelela, waqhekeza; wamana enika abafundi, ukuba babeke ezihlweleni.

funda isahluko epheleleyo Uluka 9

imbono Uluka 9:16 kwimeko