Uluka 9:18 XHO75

18 Ke kaloku kwathi, ekubeni ethandaza eyedwa, bantontelana kuye abafundi, wabuza kubo, esithi, Izihlwele ezi zithi ndingubani na?

funda isahluko epheleleyo Uluka 9

imbono Uluka 9:18 kwimeko