Uluka 9:42 XHO75

42 Akubon' ukuba useza ke, isuke idemon yamntlala, yambetha, wathi xhwenene kunene. Wawukhalimela ke uYesu umoya ongcolileyo, waphilisa umntwana, wambuyisela kuyise.

funda isahluko epheleleyo Uluka 9

imbono Uluka 9:42 kwimeko