Uluka 9:48 XHO75

48 Wathi kubo, Othe wamamkela lo mntwanana egameni lam, wamkela mna; nothe wamkela mna, wamkela lowo wandithumayo. Kuba lowo umncinane phakathi kwenu nonke, ngoyena mkhulu.

funda isahluko epheleleyo Uluka 9

imbono Uluka 9:48 kwimeko