Umarko 13:8 XHO75

8 kuba uhlanga luya kuvukelana nohlanga, nobukumkani buvukelane nobukumkani; kuya kubakho iinyikima zomhlaba kwiindawo ngeendawo; kuya kubakho neendlala neenkathazeko; ziingqaleko ke zenimba ezo.

funda isahluko epheleleyo Umarko 13

imbono Umarko 13:8 kwimeko