Umarko 13:9 XHO75

9 Zilumkeleni ke okwenu; kuba baya kuninikela ezintlanganisweni zamatyala, nityatyulwe ezindlwini zesikhungu, nimiswe phambi kwabalawuli nookumkani ngenxa yam, kube bubungqina kubo.

funda isahluko epheleleyo Umarko 13

imbono Umarko 13:9 kwimeko