Umarko 6:3 XHO75

3 Lo akayiyo na ingcibi yokwakha, unyana kaMariya, umzalwana ke kaYakobi noYose noYuda noSimon? Noodade babo àbakuthi apha na? Baye bekhubeka kuye.

funda isahluko epheleleyo Umarko 6

imbono Umarko 6:3 kwimeko