Umateyu 1:23 XHO75

23 Yabonani, intombi le iya kumitha izale unyana,Bambize ngegama elinguImanuweli,(uIsaya 7:14)oko kukuthi ngentetho evakalayo, uThixo unathi.

funda isahluko epheleleyo Umateyu 1

imbono Umateyu 1:23 kwimeko