Umateyu 11:7 XHO75

7 Bakubon' ukuba bayemka abo, waqala uYesu wathi kwizihlwele ngaye uYohane, Náye niphuma nisiya kubona ntoni na entlango? Yabe iyingcongola na, izanyazanyiswa ngumoya?

funda isahluko epheleleyo Umateyu 11

imbono Umateyu 11:7 kwimeko