Umateyu 12:22 XHO75

22 Kwaza kwaziswa kuye ophethwe yidemon, eyimfama, esisidenge; wamphilisa, wada lowo uyimfama usisidenge wathetha, wabona nokubona.

funda isahluko epheleleyo Umateyu 12

imbono Umateyu 12:22 kwimeko