Umateyu 12:27 XHO75

27 Ukuba mna ndizikhupha iidemon ngoBhelezebhule, bazikhupha ngabani na onyana benu? Ngenxa yoko baya kuba ngabagwebi benu bona.

funda isahluko epheleleyo Umateyu 12

imbono Umateyu 12:27 kwimeko