Umateyu 13:55 XHO75

55 Lo asinguye na unyana wengcibi yokwakha? Unina akuthiwa na nguMariya? Nabazalwana bakhe asingooYakobi, noYose, noSimon, noYuda, yini na?

funda isahluko epheleleyo Umateyu 13

imbono Umateyu 13:55 kwimeko