Umateyu 14:19 XHO75

19 Wathi izihlwele mazingqengqe phantsi engceni; wazithabatha izonka zozihlanu neentlanzi zombini, wathi, ekhangele ezulwini, wasikelela; waqhekeza, wazinika abafundi izonka ezo; ke abafundi banika izihlwele.

funda isahluko epheleleyo Umateyu 14

imbono Umateyu 14:19 kwimeko