Umateyu 14:3 XHO75

3 Kuba uHerode wambamba uYohane, wambopha, wamfaka entolongweni ngenxa kaHerodiya, umfazi kaFilipu, umninawa wakhe.

funda isahluko epheleleyo Umateyu 14

imbono Umateyu 14:3 kwimeko