5 Ke nina nithi, Othe kuyise nokuba kukunina, Iselingumnikelo kuThixo, into onge uba uncedwa ngayo ndim, úkholisile: akasayi kuba sambeka uyise nokuba ngunina.
6 Niwuphangile ke igunya umthetho kaThixo ngenxa yesithethe senu.
7 Bahanahanisindini, watyapha ukuprofeta ngani uIsaya, esithi,
8 Aba bantu basondela kum ngomlomo wabo,Bandibeke ngemilebe yomlomo wabo;Kanti intliziyo yabo ikude lee kum;
9 Bafumana ke bendihlonela,Befundisa iimfundiso eziyimithetho yabantu.(UIsaya 29:13)
10 Wayibizela kuye indimbane, wathi kubo, Phulaphulani, niqonde.
11 Asikokungena emlonyeni okumenza inqambi umntu; ke okuphuma emlonyeni, kuko oko okumenza inqambi umntu.