Umateyu 16:8 XHO75

8 Ekwazi ke oko uYesu, wathi kubo, Ehlani, nina balukholo luncinane! Yini na ukuba nicamange phakathi kwenu, ngokuba ningaphathanga zonka?

funda isahluko epheleleyo Umateyu 16

imbono Umateyu 16:8 kwimeko