Umateyu 17:12 XHO75

12 Ke ndithi kuni, uEliya uselefikile. Abamazanga, basuka benza kuye konke abakuthandayo; kwangokunjalo uNyana woMntu uza kuva ubunzima ngabo.

funda isahluko epheleleyo Umateyu 17

imbono Umateyu 17:12 kwimeko