Umateyu 17:17 XHO75

17 Waphendula ke uYesu wathi, Sizukulwanandini singakholwayo, sigwenxa, koda kube nini na ndinani? Koda kube nini na ndininyamezele? Mziseni kum apha.

funda isahluko epheleleyo Umateyu 17

imbono Umateyu 17:17 kwimeko