Umateyu 2:22 XHO75

22 Ke kaloku, akuva ukuba uArkelawo ungukumkani kwelakwaYuda esikhundleni sikaHerode uyise, woyika ukuhamba asinge khona; wathi ke, ehlatyelwe nguThixo ephupheni, wemka waya kumacala elaseGalili.

funda isahluko epheleleyo Umateyu 2

imbono Umateyu 2:22 kwimeko