Umateyu 20:26 XHO75

26 Ze kungabi njalo ke phakathi kwenu nina; osukuba enga angaba mkhulu phakathi kwenu, makabe ngumlungiseleli wenu;

funda isahluko epheleleyo Umateyu 20

imbono Umateyu 20:26 kwimeko