Umateyu 21:19 XHO75

19 Wathi, ebone mkhiwane uthile ngasendleleni, waya kuwo, akafumana nto kuwo, yangamagqabi odwa; athi kuwo, Makungaze kuvele siqhamo kuwe naphakade. Wasuka woma kwaoko umkhiwane lowo.

funda isahluko epheleleyo Umateyu 21

imbono Umateyu 21:19 kwimeko