Umateyu 21:21 XHO75

21 Waphendula ke uYesu wathi kubo, Inene, ndithi kuni, ukuba nithe nanokholo, anathandabuza, anisayi kwenza le nto yomkhiwane yodwa; kosuka, nokuba nithe kule ntaba, Thabatheka uphoseke elwandle, kwenzeke.

funda isahluko epheleleyo Umateyu 21

imbono Umateyu 21:21 kwimeko