Umateyu 21:25 XHO75

25 Ubhaptizo lukaYohane lwaluphuma phi na, emazulwini, ebantwini, sini na? Bacamanga ke bodwa, besithi, Ukuba sithe, Lwaphuma emazulwini, wothi kuthi, Ibiyini na phofu ukuba ningakholwa nguye?

funda isahluko epheleleyo Umateyu 21

imbono Umateyu 21:25 kwimeko