Umateyu 21:32 XHO75

32 Ngokuba uYohane weza kuni ngendlela yobulungisa, anakholwa nguye; kodwa bákholwa nguye bona ababuthi berhafu namahenyukazi; ke nina, nakukubona oko, anibuyanga nizohlwaye, ukuze nikholwe nguye.

funda isahluko epheleleyo Umateyu 21

imbono Umateyu 21:32 kwimeko