Umateyu 23:27 XHO75

27 Yeha, nina babhali, baFarisi, bahanahanisindini! Ngokuba nifana namangcwaba aqatywe ifutha, athi abonakale emahle okunene ngaphandle, kanti ngaphakathi azele ngamathambo abafileyo nokungcola konke.

funda isahluko epheleleyo Umateyu 23

imbono Umateyu 23:27 kwimeko