Umateyu 23:35 XHO75

35 ukuze linifikele lonke igazi elinobulungisa, elaphalazwayo emhlabeni apha, lithabathela egazini lika-Abheli ilungisa, lizise egazini likaZekariya, unyana kaBherekiya, enambulalela phakathi kwendawo engcwele nesibingelelo.

funda isahluko epheleleyo Umateyu 23

imbono Umateyu 23:35 kwimeko