Umateyu 24:22 XHO75

22 Kanjalo ukuba ibingayi kuthi loo mihla inqanyulelwe, bekungayi kubakho nyama isindayo; ngenxa ke yabanyuliweyo, loo mihla iya kunqanyulelwa.

funda isahluko epheleleyo Umateyu 24

imbono Umateyu 24:22 kwimeko